Ugqatso lwezilwanyana
Khetha iimbaleki zakho ubone ukuba ngubani okhawuleza kakhulu!
Izantya eziphezulu ezininzi ziqikelelo nje: phantse akukho mntu wakhe walinganisa isantya sikanomadudwane okanye sejelifishi! Ezimbalwa zilinganisiwe.